Loading...

Download
  • Genre:Hip Hop & Rap
  • Year of Release:2023

Lyrics

Xa ndikhusela amandla wam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyathandaza moya wam

Liyafezeka iphupho lam

Ngathi ndibona iingcinga zam

Zama ukulula inyawo zam

Amadolo ayaqina

Ndiphelelwa luvalo

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam


Ndingutolo udlangamandla

Uzulu umngwenya nkomo

Uvula kuqanyangelwe

Usukasambe ubulala inkenenkene

Ndinguthatha zonke inkanyamba enezothe vala kuyavuza nanku umntu ekhuza uva Isandi sesikhova guga sithebe kudala usaphula suka madala Ndiyibetha ngomvelo Ngento evele ihlabise umxhelo ndiyibetha ngehlelo ngento evele iphathise uvalo Nditsho Nje Ngomshumayeli phambi kwama Israel


Xa ndikhusela amandla wam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyathandaza moya wam

Liyafezeka iphupho lam

Ngathi ndibona iingcinga zam

Zama ukulula inyawo zam

Amadolo ayaqina

Ndiphelelwa luvalo

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam


Ndisezayijika nje ngevili

Ndiyizamise kungena phini

Ndiyijongile le ntlupheko

Ndizakuyivithiza nje ngomoba

Etlek angeke ngiyibhekele

Ngizoyidedela umasengibona isikhathele ixesha liyandivumela

Ndiqala umlilo ndiphembelela

Ndifuna impilo iintsikelelo

Ngibesengifuna impumelelo

Ndifune umfazi ndifune ikhaya

Ndifune uthando andifuni mntwana Ndifuna imali andifuni moto Ndifuna uxolo andifuni dushe Ndifune ubomi andifuni gazi Ndifune uthixo nabaphantsi

Ndifuna umhlaba andifuni zulu

Ndifuna inyanga ndifuna lilanga

Ndifuna iinkwenkwezi namanzi

Ndifuna ubanda Ndifuna utshisa

Ndifuna umnyama noba ukhanya

Ndifuna umncinane umkhulu

Ndifuna ugqukuva umbhoxo


Xa ndikhusela amandla wam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyathandaza moya wam

Liyafezeka iphupho lam

Ngathi ndibona iingcinga zam

Zama ukulula inyawo zam

Amadolo ayaqina

Ndiphelelwa luvalo


Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam

Ndiyayiguqula impilo yam

+

      -   or   -

      -   or   -

      NG +234

          Please Select A Playlist

          Add New Playlist

          Share on

          Embed: Love & Light EP

          Custom Size :

          • Default
          • Desktop(300*600)
          • Mobile(300*250)

          Type :

          • HTML/HTML5 (WordPress Supported)
          Get Boomplay Premium
          for
          Payment Method
          Pay With
            Review and pay
            Order Date
            Payment Method
            Due Today
            Flutterwave
              Subscription Successful

              Congratulations! You have successfully activated Boomplay 1 Month Premium.

              Now you have access to all the features of Boomplay App.
              Payment Failed

              Please check your balance and then try again.

              You'll lose your subscription if we don't have a working payment method for your account, so please check your payment details.
              Need help? Contact Boomplay Subscription Support.
              Payment Processing...
              10 s

              Payment is being processed by . Please wait while the order is being comfirmed.

              Payment Processing
              Your order is processing, and it may take up to a few days for the service provider to handle your payment. Please kindly stay tuned and check your order status in ‘User Center’.
              About Order Status